YEAH!!!!!! kwakukho omnye umzi ke ekwakuthukwa gqitha kuwo sebeyiqhelile.kwabona nje sebebizana ngeminqundu,omisunu ndibalani na!!!!!.. Hayike umama wakhona wacawa yena ngoku kule cawa yakhe kufuneke kuze umfundisi.........hayke weza ngenye imini......phambi kokuba ezile umama loo uye wayala abantwana ukuba bangathuki ngoba uyeza umfundisi ......kwavunyelwana ke. Umama"yenzani into yokuphunga nina" wayenza ke lomntana .wayigalela kwi coffee mugs wabeka nesosi wayisa.... hayke xa ebenikeza caba umfundisi akayithathi isosi lee nanko ke umsila uphushuruka ........"kutheni ungayithathi nje isosi?" hay wena mntanam yiyeke ngoba ayo cup lee yi cofee mug...."okaaay iyaku tshisa khehle unye itea lee umuncu nje" yhoooo wothuka lamama waphendula "yewena msunwakho masende kayihlo nditheni ngokuthuka mqundu... wamangaliseka umfundisi nanko naye ephendula...... rha kuse kunyeni kwalapha kulomzi THIXO WAM NDIXOLELE NAWE NGEKE UNYAMEZELE UKUNYA ENDIKUKO......
Tuesday, 21 January 2014
xhosa jokes
CONTINUE TO MZANSI JOKES AT MZANSIIN.CO.ZA

Subscribe to:
Post Comments (Atom)
thats funny
ReplyDelete